Country Apartment with pool and gardens

Ikhaya leholide yonke sinombuki zindwendwe onguCarlos

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Yonwabele
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinepuli.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-21 Jan.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
This is our country apartment surrounded by tropical gardens and our refreshing pool called “Quinta las Laelias” in La Ceiba de Orotina, Alajuela Province, 25 miles from the coast.
The apartment has one bedroom with one queen-size bed, an A/C, WIFI, bathroom, sink, cabinets, and refrigerator. The apartment also has a porch where you hopefully could see Red Macaus in the summer.

Indawo oza kulala kuyo

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka simahla eseyadini – ineendawo eziyi-2
Ipuli Isetyenziswa nangabanye - ifumaneka unyaka wonke
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iveranda okanye ibhalkhoni Yeyabucala
Isetyenziswa nangabanye iyadi engasemva – Ibiyelwe yonke
Ukothulwa komthwalo kuvumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Ceiba

Jan 22, 2023 - Jan 29, 2023

5.0 out of 5 stars from 10 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Ceiba, Alajuela Province, Costa Rica

Umbuki zindwendwe ngu- Carlos

  1. Ujoyine nge- 2022 Janyuwari
  • Izimvo eziyi-10
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: lungaphelanga usuku
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa