Lovely Single bedroom

I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e indlu sinombuki zindwendwe onguSarah

  1. Undwendwe olu-1
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. Igumbi eliyi-1 ekwabelwana ngalo
USarah yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Single bedroom in a private house, the house is located in a very quiet neighbourhood. There is fridge space but no freezer space. Guest are welcome to use the oven or air fryer to heat ready made meals or pizzas, there is also a toaster, sandwich maker and kettle. Guest are welcome to tea and coffee. There is no washing machine or tumble dryer available for guests to use. Working from home is not permitted

Ukungena kondwendwe
Guest have access to their room, bathroom, garden and the kitchen for making hot drinks and heating of prepared meals such a pizza or ready made meals

Izinto enazo le ndawo

I-Wifi
Indawo yokupaka esimahla eseyadini
Ibhafu
Iveranda okanye ibhalkhoni Yeyabucala
Ngasemva eyadini
Isixhobo sokomisa iinwele
Indawo yokubasa
Ifriji

Iintsuku eziyi-7 e Milton Keynes

Jul 17, 2022 - Jul 24, 2022

5.0 out of 5 stars from 17 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Milton Keynes, England, United Kingdom

Umbuki zindwendwe ngu- Sarah

  1. Ujoyine nge- 2021 Septemba
  • Izimvo eziyi-104
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Molo, ndinguSarah, ndihlala kwikhaya elihle kwindawo ethe cwaka ibe ndinethamsanqa lokubuka iindwendwe ezininzi ezintle. Ndabelana ngekhaya lam nenja yam encinci uMarley

USarah yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 17:00
Ixesha lokuphuma lingo:09:00
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa