Family Two Bedroom Suite with pool

Igumbi elise- indlu ebuhotele sinombuki zindwendwe onguEmmanouil

  1. Iindwendwe eziyi-5
  2. Amagumbi okulala ayi-2
  3. Iibhedi eziyi-3
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukuzibhalisa xa ufika
Ungabhalisela ukungena kumntu oqashelwe ukuma emnyango.
Yonwabele
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinepuli.
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-100% yeendwendwe zakutshanje inike uEmmanouil iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
You’ll love the stylish decor of this charming place to stay. Comfortable Two-bedroom suite with a terrace can accommodate between 5 and 6 guests

Inombolo yelayisensi
14782354100

Indawo oza kulala kuyo

Iphepha le-1 kwayi-2

Izinto enazo le ndawo

Ukwazi ukuya elwandleIsetyenziswa nangabanye
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ipuli Isetyenziswa nangabanye phandle - ifumaneka ngamaxesha athile onyaka, ifumaneka ngeeyure ezithile, inamanzi ashushu
I-HDTV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Kukho iikhamera kule ndlu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Ammoudara

Oct 11, 2022 - Oct 18, 2022

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-3 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Ammoudara, Greece

Umbuki zindwendwe ngu- Emmanouil

  1. Ujoyine nge- 2022 Janyuwari
  • Izimvo eziyi-3
  • Inombolo yomthetho: 14782354100
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 00:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika umamkeli zindwendwe
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa