AP ACONCHEGO

I-Superhost

Iflethi yonke sinombuki zindwendwe onguWaltencir

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Amagumbi okulala ayi-2
  3. Iibhedi eziyi-3
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Ilungele ukusebenza usekhaya
I-wifi ekhawulezayo ye-378 Mbps kunye nendawo ekhethekileyo yokusebenzela kwigumbi lokulala.
UWaltencir yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-15 Jul.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Relaxe com toda a família nesta acomodação tranquila., fica pertinho da faculdade Federal de Juiz de Fora, em uma região maravilhosa com toda infraestrutura,

Ezinye izinto ekufuneka uziqaphele
Informamos que não aceitamos ANIMAIS, bem como NÃO PODEM FUMAR DENTRO DO AP e do PRÉDIO.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-wifi ekhawulezayo – i-378 Mbps
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Ukuhlamba iimpahla ngomatshini yi-Isimahla – Useflethini
Ifriji
Imicrowave
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Aeroporto

Jul 16, 2023 - Jul 23, 2023

4.94 out of 5 stars from 17 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Aeroporto, Minas Gerais, Brazil

Está localizado no Bairro Santos Dumont que fica ao lado do bairro São Pedro onde tem a Universidade Federal de Juiz de Fora

Umbuki zindwendwe ngu- Waltencir

  1. Ujoyine nge- 2018 Matshi
  • Izimvo eziyi-17
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Andikwazi kuhamba kakuhle, ngenxa yokungabikho kweenyawo zam zasekunene.

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Ester

UWaltencir yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: Português, Español
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa