Club Suite Recreational Retreat

I-Superhost

Indlu engasemva yonke sinombuki zindwendwe onguScott

  1. Iindwendwe eziyi-6
  2. Amagumbi okulala ayi-2
  3. Iibhedi eziyi-3
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
UScott yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
This recreational haven puts you on the bank of the Chippewa River and across the road from the popular Tuscobia State ATV/Snowmobile Trail. Whether you are riding or floating, this property has all the amenities to enjoy yourself with. This property offers kayaks and tubes for full enjoyment!

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokuhlala
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ukubuka umlambo
Izibuko
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo

4.89 out of 5 stars from 9 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Ojibwa, Wisconsin, United States

Umbuki zindwendwe ngu- Scott

  1. Ujoyine nge- 2021 Matshi
  • Izimvo eziyi-50
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Molo, singuAndea noScott! Siyakwamkela wena nondwendwe lwakho kwindlu enye okanye zombini ezigcinwe kakuhle. Elinye ebusika nelinye eliseOjibwa kuMlambo iChippewa.

UScott yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa