Casa de veraneio em Pontal do Ipiranga

Ikhaya leholide yonke sinombuki zindwendwe onguMarcelo

  1. Iindwendwe eziyi-16
  2. Amagumbi okulala ayi-6
  3. Iibhedi eziyi-8
  4. Iibhafu ezi-3
Yonwabele
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinepuli.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-16 Dis.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Casa em bairro residencial, c/fácil acesso p/ as praias de Pontal do Ipiranga. Casa bacana e arejada, detalhes caprichados, piscina refrescante. Casa comporta até 20 pessoas, ar condicionado em todos os quartos e área de churrasco arejada.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Kukho iikhamera kule ndlu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Pontal do Ipiranga

Jan 15, 2023 - Jan 22, 2023

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Pontal do Ipiranga, Espírito Santo, Brazil

Umbuki zindwendwe ngu- Marcelo

  1. Ujoyine nge- 2022 Februwari
  • Isazisi siqinisekisiwe
Funcionário público,instrutor de Paramotor e parapente,examinador do detran.
  • Ulwimi: Português
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa