Private Room 20 Minutes -> Montreal

I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e indlu enevaranda sinombuki zindwendwe onguMd Tajmilur

  1. Undwendwe olu-1
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. Igumbi eliyi-1 ekwabelwana ngalo
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
UMd Tajmilur yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Nice place to live, very close to Downtown montreal, just 20 minutes driving. The room is in the basement but very specious and with a living space and toilet in the same floor.

Indawo
The room is at the basement. As soon as you enter take the stairs on the right to go down and then turn left.

Izinto enazo le ndawo

Ukufikeleleka kwichibi
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Ngasemva eyadini

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo

4.89 out of 5 stars from 18 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Mercier, Quebec, Canada

Umbuki zindwendwe ngu- Md Tajmilur

  1. Ujoyine nge- 2013 Agasti
  • Izimvo eziyi-76
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UMd Tajmilur yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 308146
  • Iilwimi: বাংলা, English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 17:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ichibi, umlambo, nezinye iindawo ezinamanzi ezikufutshane
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa