Room in a shared flat

Igumbi lakho lokulala e iflethi sinombuki zindwendwe onguTom

  1. Undwendwe olu-1
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-1.5 asetyenziswa nangabanye abantu
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Igumbi lokulala eline-wifi elungele umsebenzi.
Umbuki zindwendwe onomlinganiselo ophezulu
UTom ufumene umlinganiselo weenkwenkwezi eziyi-5 kwi-100% yeendwendwe zakutshanje.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-22 Dis.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
my flat is located in city center in a quite street ,10 min walk from Piazza Maggiore ,min walk from Stazione Centrale, 2 min walk from september 11 park

Izinto enazo le ndawo

Ukubuka ibala
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Ukuhlamba iimpahla ngomatshini yi-Isimahla – Useflethini
Iveranda okanye ibhalkhoni Isetyenziswa nangabanye
Isixhobo sokomisa iinwele
Ukutshaya kuvumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Bologna

Dec 29, 2022 - Jan 5, 2023

5.0 out of 5 stars from 8 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Bologna, Emilia-Romagna, Italy

Umbuki zindwendwe ngu- Tom

  1. Ujoyine nge- 2014 Agasti
  • Izimvo eziyi-8
  • Isazisi siqinisekisiwe
A future veterinarian who like to travel ad meet new people
  • Iilwimi: English, עברית, Italiano
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Ungayitshintsha
Ixesha lokuphuma lingo:07:00
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa