Pearl Cottage, Lamlash

I-Superhost

Indlu esemaphandleni yonke sinombuki zindwendwe onguCalum

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Amagumbi okulala ayi-2
  3. Iibhedi eziyi-3
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-2
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
UCalum yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
A traditional cosy cottage situated a short walk from the centre of Lamlash. This property has the feel of a family home and is the perfect base to enjoy a relaxing stay on the island.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2

Izinto enazo le ndawo

Ukwazi ukuya elwandleIsetyenziswa nangabanye
Ikhitshi
I-Wifi
Ukupaka kwizitrato mahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
32" HDTV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Ukuhlamba iimpahla ngomatshini yi-Isimahla – Kwisakhiwo
Ibhafu
Iveranda okanye ibhalkhoni Yeyabucala
Indawo yokubasa umlilo ngaphakathi endlini: esebenzisa iinkuni

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo

4.95 out of 5 stars from 19 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Lamlash, Scotland, United Kingdom

Umbuki zindwendwe ngu- Calum

  1. Ujoyine nge- 2022 Matshi
  • Izimvo eziyi-19
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UCalum yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
    Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
    Ixesha lokuphuma lingo:11:00
    Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
    Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
    Akutshaywa
    Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
    Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

    Ezempilo nokhuseleko

    Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
    Ialam yecarbon monoxide
    Ialam yomsi

    Imithetho engokurhoxa