Villa Wieliczka Exclusive, Pool, Spa, relax.

Indlu enendawo yokuphola yonke sinombuki zindwendwe onguAntoine

  1. Iindwendwe eziyi-12
  2. Amagumbi okulala ayi-6
  3. Iibhedi eziyi-8
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-4.5
I-wifi ekhawulezayo
Xa iyi-194 Mbps, iqela lakho lonke lingafowuna ngevidiyo lize libukele iividiyo kwi-intanethi.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-2 Nov.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Located in the inner suburbs of Krakow , 25 minutes from the city center, 20 minutes from Balice airport, and 10 minutes from the unique salt mines of Wieliczka.
The newly built architect villa offers you a relaxing stay with an indoor swimming pool, sauna and fitness room.
The 360 ​​degree view allows you to observe the city of Krakow as well as the Tatra mountains.

Indawo
Spacious 600m2 villa, which allows you, your family and friends to enjoy nature as well as the city of Krakow or the Wieliczka Salt Mines. For a relaxing and historical stay.

Indawo oza kulala kuyo

Iphepha le-1 kwayi-3

Izinto enazo le ndawo

Ukukwazi ukubona isixeko ukweyona ndawo iphakamileyo
Ukubuka intlambo
Ikhitshi
I-wifi ekhawulezayo – i-194 Mbps
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ipuli Isetyenziswa nini nodwa ngaphakathi - ifumaneka unyaka wonke, ifumaneka imini nobusuku, izitulo zokugcakamela ilanga, amanzi anetyuwa, ibonakala ngathi ayinamda, inamanzi ashushu, into yokogquma ipuli, izinto zokudlala zasepulini
Ibhafu enamanzi ashushu Yeyabucala
Yeyabucala i-sauna
Kukho iikhamera kule ndlu

Iintsuku eziyi-7 e Raciborsko

Dec 2, 2022 - Dec 9, 2022

5.0 out of 5 stars from 4 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Raciborsko, Małopolskie, Poland

Umbuki zindwendwe ngu- Antoine

  1. Ujoyine nge- 2016 Februwari
  • Izimvo eziyi-4
  • Isazisi siqinisekisiwe
Bonjour, serieux, pere de famille, j aime le sport la plongee, la nature et les animaux, le soleil, la mer.

Ngexesha lokuhlala kwakho

Hello, in general if we are not abroad, during your stay we live in an annex not far from the villa, so we are available for all requests.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Iphuli/ibhafu enamanzi ashushu engenageyithi okanye engatshixwayo
Indawo ephakamileyo engenayo indawo yokubambelela okanye engakhuselekanga
Ialam yecarbon monoxide

Imithetho engokurhoxa