John Gardiner Ski Club - Room 5b

I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga sinombuki zindwendwe onguWarrick

  1. Iindwendwe eziyi-3
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-4 asetyenziswa nangabanye abantu
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokufaka ikhowudi emnyango.
UWarrick yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Ungarhoxa simahla kangangeeyure eziyi-48

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
John Gardiner Ski Club is a family-based club with a lodge catering for your relaxing getaway. It is in the main village atop Mount Baw Baw, surrounded by the Baw Baw National Park and offers breathtaking views and plenty of activities both in the summer months (the green season) and the winter months (the white season). The lodge provides accommodation for its members and guests. With 23 beds in 6 rooms, a double kitchen and dining room and a ski and drying room for the winter.

Ukungena kondwendwe
All spaces are shared with the exception of the bedroom and occasionally the bathrooms.

Izinto enazo le ndawo

Ukungena utyibilike emkhenkceni/ukuphuma ekutyibilikeni emkhenkceni
Ikhitshi
I-Wifi
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Iveranda okanye ibhalkhoni Yeyabucala
Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Iincwadi zabantwana nezinto zokudlala zabo baneminyaka eyi-Abaneminyaka engu-0 ukuya kweyi-2, Abaneminyaka eyi-2 ukuya kweyi-5
Isitulo esiphakamileyo
Ibhafu yokuhlambela usana

Iintsuku eziyi-7 e Baw Baw Village

Sep 21, 2022 - Sep 28, 2022

Izimvo eziyi-2

Apho uza kuba khona

Baw Baw Village, Victoria, Australia

Umbuki zindwendwe ngu- Warrick

  1. Ujoyine nge- 2019 Epreli
  • Izimvo eziyi-100
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UWarrick yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:13:00
Ukuzibhalisa xa ufika Indawo esemnyango yokufaka ikhowudi
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa