Beautiful 4-Bedroom Jaffna Guesthouse

Indlu yonke sinombuki zindwendwe onguNeerushan

  1. Iindwendwe eziyi-8
  2. Amagumbi okulala ayi-4
  3. Iibhedi eziyi-4
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-2
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-20 Mat.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Beautiful 4-bedroom spacious guesthouse located in Chunnakam, Jaffna
Fully furnished, with air-conditioned rooms
Indoor and outdoor washroom
Spacious sitting area inside and outside
Room for car parking included

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 3
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ukutshaya kuvumelekile
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Kukho iikhamera kule ndlu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Chunnakam

Mar 21, 2023 - Mar 28, 2023

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Chunnakam, Northern Province, Sri Lanka

Umbuki zindwendwe ngu- Neerushan

  1. Ujoyine nge- 2017 Septemba
  • Isazisi siqinisekisiwe
    Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
    Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
    Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
    Ukutshaya kuvumelekile

    Ezempilo nokhuseleko

    Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
    Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
    Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi
    Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi

    Imithetho engokurhoxa