Sensacional Casa na Bahia da Traição

Indlu yonke sinombuki zindwendwe onguMiramar

  1. Iindwendwe eziyi-16
  2. Amagumbi okulala ayi-4
  3. Iibhedi eziyi-10
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-2
Yonwabele
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinepuli.
Umbuki zindwendwe onamava
UMiramar unezimvo eziyi-3809 zezinye iindawo.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Linda casa com quatro quartos com ar condicionados em 2 e ventilador em 2, 3 banheiros, cozinha completa, sala completa, piscina privativa e churrasqueira.

Desfrute do Conforto, localizada em frente ao mar. Fica na Bahia da traição, em uma das regiões mais belas da Paraíba, próxima a reservas naturais e a aldeia indígena.

Cobramos 1,25KWTs da energia!

Indawo
Casa sensacional para reunir amigos e familiares para um churrasco e uma diversão com as crianças na piscina.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini, ibhedi elala umntu omnye eyi-1
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini, ibhedi elala umntu omnye eyi-1
Igumbi lokulala 3
1 ibhedi elala abantu ababini, ibhedi elala umntu omnye eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ukukwazi ukuya elwandle – Phambi kolwandle
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ifriji
Imicrowave
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile

Iintsuku eziyi-7 e Baía da Traição

Aug 8, 2022 - Aug 15, 2022

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-3 809 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Baía da Traição, Paraíba, Brazil

Umbuki zindwendwe ngu- Miramar

  1. Ujoyine nge- 2017 Epreli
  • Izimvo eziyi-3 809
  • Isazisi siqinisekisiwe
Ukwenza amaphupha ngokucofa!

Ngexesha lokuhlala kwakho

Rafael ( 83) 99861 0001
  • Iilwimi: English, Français, Italiano, Português, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 20:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa