Quiet hotel room located minutes from Camp Lejeune

Igumbi elise- ihotele sinombuki zindwendwe onguRoxane

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-100% yeendwendwe zakutshanje inike uRoxane iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.
Ungarhoxa simahla kangangeeyure eziyi-48

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Quiet hotel located in the countryside of Jacksonville, great stay for single travelers. This room is outfitted for a home like feel. 1 Queen sized bed, 1 Bathroom, coffee table, wifi, cable, mini-fridge, microwave and basic linens provided. Just minutes away from the heart of Jacksonville and Camp Lejeune, book your stay today!

Izinto enazo le ndawo

I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Imicrowave
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Jacksonville

Oct 17, 2022 - Oct 24, 2022

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-3 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Jacksonville, North Carolina, United States

Umbuki zindwendwe ngu- Roxane

  1. Ujoyine nge- 2022 Juni
  • Izimvo eziyi-3
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa