Hotel MANGUEIRA

Igumbi elise- ihotele sinombuki zindwendwe onguSanjay

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. Igumbi eliyi-1 ekwabelwana ngalo
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo esetyenziswa ngumntu wonke ene-wifi elungele umsebenzi.
Ukuzibhalisa xa ufika
Ungabhalisela ukungena kumntu oqashelwe ukuma emnyango.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-11 Mey.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Enjoy easy access to popular shops and restaurants from this charming place to stay.

Indawo oza kulala kuyo

Izinto enazo le ndawo

Ukubona igadi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-HDTV ene-I-Netflix, izitishi zeTV eziqhelekileyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
I-aircon ekwindawo enye esebenza kuwo onke amagumbi
Kukho iikhamera kule ndlu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Izinto ezinceda ilungele wonke umntu

Le nkcazelo ifunyenwe kuMbuki Zindwendwe yaza yahlolwa nguAirbnb.

Iintsuku eziyi-7 e Paramaribo

Jun 10, 2023 - Jun 17, 2023

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Paramaribo, Suriname

Umbuki zindwendwe ngu- Sanjay

  1. Ujoyine nge- 2022 Juni
      Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

      Izinto ofanele uzazi

      Imithetho yekhaya

      Ixesha lokubhalisa xa ufika: 09:00 - 00:00
      Ixesha lokuphuma lingo:11:00
      Ukuzibhalisa xa ufika umamkeli zindwendwe
      Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
      Akutshaywa
      Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya

      Ezempilo nokhuseleko

      Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
      Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
      Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
      Ialam yomsi

      Imithetho engokurhoxa