The Bodhran Inn- Spacious Double room.

Igumbi lakho lokulala e indlu sinombuki zindwendwe onguDessie

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Igumbi eliyi-1 ekwabelwana ngalo
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-23 Epr.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
We are located in Ballinagore Village. Attached to the Airbnb is Our local pub "The Bodhran", There is always a welcoming atmosphere from staff and locals. The Airbnb looks over the village and the river Brosna. We are close to Kilbeggan (5km), Tullamore (17km), Mullingar (19km) where there are other activities, restaurants and Pubs. We are a no smoking accommodation, we are here to assist with any special request and/or questions. Please don't hesitate to contact me.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile

Iintsuku eziyi-7 e County Westmeath

Apr 24, 2023 - May 1, 2023

4.75 out of 5 stars from 8 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

County Westmeath, Ireland

Umbuki zindwendwe ngu- Dessie

  1. Ujoyine nge- 2022 Juni
  • Izimvo eziyi-26
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 96%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 13:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa