Skøn lejlighed i Aarhus C

Iflethi yonke sinombuki zindwendwe onguAstrid

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Amagumbi okulala ayi-2
  3. Igumbi lokuhlambela eli-1
Ilungele ukusebenza usekhaya
I-wifi ekhawulezayo ye-134 Mbps kunye nendawo ekhethekileyo yokusebenzela kwigumbi lokulala.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-100% yeendwendwe zakutshanje inike uAstrid iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Lejligheden er nyrenoveret. Botanisk have er et stenkast væk og den centrale by lige om hjørnet. Her er fredeligt og roligt.

Soveværelset har en 180 cm seng, kontoret en 90 cm seng og børneværelset en juniorseng + en folde-ud-madras.

Vi er et par med en 1,5 årig dreng, der næsten lige er flyttet ind i lejligheden. Da vi er meget i sommerhus synes vi at andre skal have glæde af lejligheden.
Opslaget her er helt nyt, så billeder og tekst skiftes snart til bedre kvalitet.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
\u00A0Ibhedi yomntwana eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-wifi ekhawulezayo – i-134 Mbps
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Ukuhlamba iimpahla ngomatshini yi-Isimahla – Useflethini
I-aircon ekwindawo enye esebenza kuwo onke amagumbi
Iveranda okanye ibhalkhoni Yeyabucala
Ibhedi yosana esongwayo
Ifriji
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Aarhus

Jul 8, 2022 - Jul 15, 2022

4.80 out of 5 stars from 5 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Aarhus, Denmark

Umbuki zindwendwe ngu- Astrid

  1. Ujoyine nge- 2016 Meyi
  • Izimvo eziyi-5
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa