Zen Room - Ensuite, pool & vibrant location

I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e indlu enendawo yokuphola sinombuki zindwendwe onguEmanuele

  1. Undwendwe olu-1
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Ilungele ukusebenza usekhaya
I-wifi ekhawulezayo ye-174 Mbps kunye nendawo ekhethekileyo yokusebenzela kwindawo esetyenziswa ngumntu wonke.
Ukuzibhalisa xa ufika
Ungabhalisela ukungena kumntu oqashelwe ukuma emnyango.
UEmanuele yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Single bedroom with private ensuite bathroom, part of a 4 bedroom villa in the heart of Jumeirah, 10min walking distance to the beach!

The bedroom is on the ground floor, equipped a single bed, harm chairs and a wardrobe.

The house is cleaned daily by our maid. You have access to the kitchen, living areas, garden, private backyard, terrace (pool facing), and the shared pool.

Supermarket, restaurants, fast foods, pharmacy and cafés are walking distance.

Indawo oza kulala kuyo

Izinto enazo le ndawo

Ukukwazi ukuya elwandle
Ikhitshi
I-wifi ekhawulezayo – i-174 Mbps
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Isetyenziswa nangabanye ipuli
Ibhafu enamanzi ashushu Yeyabucala
Umatshini wokuhlamba impahla
I-aircon ekwindawo enye esebenza kuwo onke amagumbi
Ibhafu

Iintsuku eziyi-7 e Dubai

Aug 31, 2022 - Sep 7, 2022

Izimvo eziyi-2

Apho uza kuba khona

Dubai, United Arab Emirates

The house is situated in a very quiet and silent street.
10mins walk from a public beach, a marina and a sailing club.
In a range of 5-15 mins walk there are plenty of restaurants, cafes and fast-foods.

Umbuki zindwendwe ngu- Emanuele

  1. Ujoyine nge- 2014 Septemba
  • Izimvo eziyi-63
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Italian, living in Dubai since 2015.
Commercial manager and business owner.

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Kumari

UEmanuele yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Deutsch, Italiano
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika umamkeli zindwendwe
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Into yokunyuka okanye yokudlala
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa