TRIPLE ROOM ONLY 3 KM FROM THE AIRPORT LJUBLJANA ✈

4.57

Igumbi lakho lokulala e indawo yokuhlala nenesidlo sakusasa sinombuki zindwendwe onguAni

Iindwendwe eziyi-3, Igumbi lokulala eliyi-1, Iibhedi eziyi-3, igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Umbuki zindwendwe onamava
UAni unezimvo eziyi-48 zezinye iindawo.
We invite you to stay in one of our comfortable room with a private bathroom near Ljubljana airport. We offer free wi-fi and free parking to all guests during your stay. We are located just 3 km from Ljubljana airport, which is perfect for stopover passengers or for guest who require an overnight stay nearby or just want to stay out of the hustle and bustle of Ljubljana.
Regardless of the landing time or an early flight in the morning, we can help with transport organisation.

Indawo
The room is recently renovated.

Comfortable room have:
* private bathroom
* free WIFI
* 1 double bed + 1 single bed
* little reading corner
* Working table
* TV with modern programs in all languages
* Mini bar
* Bathroom with shower
* Cofee/tea maker
* No smoking room
* Free Toiletries with hairdryer
* Free parking
* Free Daily Housekeeping

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini, ibhedi elala umntu omnye eyi-1

Izinto enazo le ndawo

I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Isixhobo sokomisa iinwele
Isidlo sakusasa
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.57 out of 5 stars from 7 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

CERKLJE NA GORENJSKEM, SLOVENIA, Slovenia

The location is situated in a very quiet street. You can take a long walks and enjoy the beautiful nature and view on the mountains.

Umbuki zindwendwe ngu- Ani

Ujoyine nge- 2014 Matshi
  • Izimvo eziyi-55

Ngexesha lokuhlala kwakho

We are available anytime if needed.

I kindly ask you to inform me if your arrival is after 10PM.
Arrival after 24h is with surcharge 10eur.
    Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 22:00
    Ixesha lokuphuma lingo:10:00
    Akutshaywa
    Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

    Ezempilo nokhuseleko

    Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
    Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
    Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
    Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

    Imithetho engokurhoxa

    Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- CERKLJE NA GORENJSKEM

    Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e CERKLJE NA GORENJSKEM: