O' quatre temps

4.95I-Superhost

i-loft yonke sinombuki zindwendwe onguMartine

Iindwendwe eziyi-4, 2 amagumbi okulala ayi-, iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iloft.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
UMartine yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Situé dans les Cantons-de-l’Est, en pleine campagne, O'quatre temps vous propose un site relaxant et unique en son genre. Un lac privé au coeur d'une forêt luxuriante, vous attends à 5 minutes de marche.

Indawo
Les voyageurs ont accès à mon lac privé à même ma résidence! Vous pourrez relaxer sans bruit et nager en toute quiétude.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto enazo le ndawo

Ukufikeleleka kwichibi
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Ngasemva eyadini
Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Ukothulwa komthwalo kuvumelekile
Iincwadi nezinto zokudlala zabantwana

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.95 out of 5 stars from 333 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Racine, Québec, Canada

Umbuki zindwendwe ngu- Martine

Ujoyine nge- 2015 Juni
  • Izimvo eziyi-333
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ngexesha lokuhlala kwakho

Je serai sur place pour accueillir les voyageurs et pour toutes autres demandes ou services.

UMartine yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Français
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$398

Imithetho engokurhoxa