Beautiful Bulli 3 bedroom Townhouse

I-townhouse yonke sinombuki zindwendwe onguJarrad

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Amagumbi okulala ayi-3
  3. Iibhedi eziyi-3
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-2.5
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Igumbi lokulala eline-wifi elungele umsebenzi.
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-9 Mat.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Your family will be close to everything when you stay at this centrally located place in Bulli. A walk away to all of Bulli’s famous cafe’s and eateries and to the gorgeous Bulli Beach and Sandon Point. Nestled in a small, secure complex, The Bulli townhouse has everything you need for a comfortable short term stay, including a nursery room, that can be converted into another double bedroom with prior arrangement.

Inombolo yelayisensi
PID-STRA-37993

Indawo oza kulala kuyo

Iphepha le-1 kwayi-2

Izinto enazo le ndawo

Ukwazi ukuya elwandleIsetyenziswa nangabanye
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Igaraji yokupaka simahla eseyadini
I-TV
Isimahla umatshini wokuhlamba impahla
Ukomisa iimpahla ngomatshini yi-Isimahla – Useflethini
Ibhafu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Bulli

Apr 8, 2023 - Apr 15, 2023

Izimvo eziyi-2

Apho uza kuba khona

Bulli, New South Wales, Australia

Umbuki zindwendwe ngu- Jarrad

  1. Ujoyine nge- 2013 Juni
  • Izimvo eziyi-2
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Inombolo yomthetho: PID-STRA-37993
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 12:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa