Maison de campagne

4.86

Indlu esemaphandleni yonke sinombuki zindwendwe onguOlivier

Iindwendwe eziyi-6, Amagumbi okulala ayi-3, Iibhedi eziyi-3, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu esemaphandleni.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Jolie maison de campagne au cœur de la Gascogne.
Bordeaux à 1h ; Océan Atlantique à 2h ; Espagne à 3h.
Casteljaloux à 10mn : Golf, Thermes, Casino, Lac de Baignade.
Canal du midi à proximité (10km) pour des balades à vélo ou sur bateau.
Entièrement équipée avec tout le confort possible.
3 chambres.
Séjour avec cheminée.
Draps en option suivant le nombre de lit occupé. Nous consulter.
Ménage en option. Nous consulter.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 3
1 ibhedi elala abantu ababini, ibhedi elala umntu omnye eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Ngasemva eyadini
Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Ibhedi yomntwana
Ibhedi/ikhothi yomntwana esongwayo xa useluhambeni
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.86 out of 5 stars from 7 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Ruffiac, Aquitaine, France

Ici, c'est la campagne sans pourtant être isolé.
Possibilité de partir marcher ou faire du VTT en nature.

Umbuki zindwendwe ngu- Olivier

  1. Ujoyine nge- 2014 Meyi
  • Izimvo eziyi-7

Ngexesha lokuhlala kwakho

L'aide est possible tout au long du séjour.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Ungayitshintsha
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Akutshaywa
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$586

Imithetho engokurhoxa