Dlulela kumxholo

APARTAMENTO IPANEMA Muito Conforto

Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex sinombuki zindwendwe onguSergio
Iindwendwe eziyi-21 igumbi lokulalaIbedi eyi-11.5 igumbi lokuhlambela
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Ungabhalisela ukungena kumntu oqashelwe ukuma emnyango.
USergio yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Apartamento tipo clean, em local privilegiado, próximo ao comercio de Ipanema, restaurantes, metrô, e a 2 quadras da praia. Muito silencioso, em local seguro .

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Ilifti
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ifriji
Imicrowave
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.69 out of 5 stars from 36 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

ERio de Janeiro, Rio de Janeiro, Brazil

Ipanema, uma linda praia, onde você poderá assistir o mais lindo por do sol do arpoador, ótimos restaurantes, lojas e boutiques, acesso a Lagoa com a vista do Cristo Redentor. O metrô a sua porta para levá-lo a todos os pontos turísticos e todas as praias.

Umbuki zindwendwe ngu- Sergio

Ujoyine nge- 2015 September
  • Izimvo eziyi-163
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
USergio yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 19:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika umamkeli zindwendwe
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$293
Imithetho engokurhoxa