Traditional Villa Niccolai With Pool Near Lucca

4.95

Indlu enendawo yokuphola yonke sinombuki zindwendwe onguLorenzo

Iindwendwe eziyi-10, Amagumbi okulala ayi-5, Iibhedi eziyi-7, Amagumbi okuhlambela ayi-4
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Compete on a soccer pitch with mini goals, with ping pong to follow. Stroll in extensive gardens boasting fruit trees, olive bushes, and even a vineyard. Inside, traditional design includes exposed beams and brickwork, plus vintage tiled floors.

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele

4.95 out of 5 stars from 20 reviews

Indawo

Castelfranco di Sotto, Tuscany, Italy

Stock up at the nearby supermarket and take a short drive to reach many restaurants, with castles, museums and fairs to visit too. Go horse riding, play golf, and mountain bike locally, and maybe even try parachuting at nearby Lucca Airport.

Umgama ukusuka ePisa International Airport

imizuzu eyi-33 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Lorenzo

Ujoyine nge- 2013 Matshi
  • Izimvo eziyi-20
  • Isazisi siqinisekisiwe
Mi chiamo Angela, ed ho iniziato a proporre il soggiorno nella nostra proprietà dal 2003....incoraggiata dai miei figli! E' stato bellissimo preparare la villa per accogliere gli ospiti, che sono venuti a trovarci da tutto il mondo. Ed ora è per me un grande piacere rendere la villa sempre più accogliente,conoscere i nuovi ospiti e far loro apprezzare la bellezza di questo luogo che amo tanto, contando sull'aiuto dei miei nipotini! E....soprattutto dei figli ( Silvia e Lorenzo...of course!)
Mi chiamo Angela, ed ho iniziato a proporre il soggiorno nella nostra proprietà dal 2003....incoraggiata dai miei figli! E' stato bellissimo preparare la villa per accogliere gli o…

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho akazokubakhona endlwini kodwa uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyidingayo ngexesha lokuhlala kwakho.
  • Iilwimi: English, Français, Italiano, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$589

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Castelfranco di Sotto

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Castelfranco di Sotto: