Appartamento dal Design Minimal in Zona Rubattino

4.63

Iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonke sinombuki zindwendwe onguMarco

Iindwendwe eziyi-3, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Modernità, luce e spazio.
Fin dal primo ingresso ti sentirai avvolgere dalla pura atmosfera milanese, in questo accessoriato, moderno e funzionale appartamento dal design minimale e dalle tonalità chiare che dispone anche di uno sfizioso terrazzo.

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ilifti
Ukufudumeza

Ukufikeleleka

Ukungena ngaphakathi

Akudingeki unyuke izitepsi ukuze ungene endlini
Indlela ekhanyayo yokungena
Indlela engenazitepsi kwindawo ekungenwa kuyo

Igumbi lokuhlambela

Akudingeki unyuke izitepsi ukuze ungene endlini
Umnyango obanzi oya kwigumbi lokuhlambela leendwendwe

4.63 out of 5 stars from 17 reviews

Indawo

Milano, Lombardia, Italy

Il quartiere Rubattino, ottimamente collegato alla rete dei mezzi pubblici e ideale per spostarsi in tutta Milano, è una zona verde e tranquilla, ricca di eventi, iniziative e visitatori in occasione della Settimana del Design. L'appartamento è collegato alla fermata della metropolitana M2 tramite l'autobus n. 54.

Umgama ukusuka eMalpensa Airport

imizuzu eyi-48 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Marco

  1. Ujoyine nge- 2016 Matshi
  • Izimvo eziyi-18
  • Isazisi siqinisekisiwe
Young illustrator and graphic Designer. Passionate about art, traveling and nature.

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho uza kuba kwindawo ofikele kuyo kwaye uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyifunayo ngoxa uhleli khona.
  • Iilwimi: English, Français, Italiano
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 12:00 - 19:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Milano

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Milano: