Live the Amalfi Coast from a Stylish Home in Sorrento Center

4.90I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguGiuseppe

Iindwendwe eziyi-11, Amagumbi okulala ayi-4, Iibhedi eziyi-4, Amagumbi okuhlambela ayi-4
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Escape to a sanctuary of peace and serenity, featuring modernist furnishings and Mediterranean color palettes. Bask in the warmth of the early evening sun shining through the patio doors from a custom-built day bed in the airy living space.
“Having a glass of wine on the terrace is our favorite thing to do at home in the center of the city.”
- Giuseppe, umbuki zindwendwe wakho

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Ikhitshi elipheleleyo
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ilifti
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
Ukufudumeza
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu

4.90 out of 5 stars from 42 reviews

Indawo

Sorrento, Campania, Italy

The property is situated in the heart of the coastal town of Sorrento. Lose yourself in its narrow back streets and explore its cafe-lined squares. You’ll find all the main tourist sights within easy walking distance.

Umgama ukusuka eNaples International Airport

imizuzu eyi-62 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Giuseppe

  1. Ujoyine nge- 2014 Novemba
  • Izimvo eziyi-1 064
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Ciao! My name is Giuseppe, I was born in Sorrento. I am an Italian journalist and I spent the last four years in Chicago, London, Bruxelles, Rome. I found I have enough with journalism life, so I come back to my home town Sorrento, in the stunning Amalfi Coast,to rent my apartments, writing for my blog, swimming, cooking and sailing. If you need any suggestions in choosing your accommodation or planning your holiday in Italy write me back. I'll be glad to help you and make your days unforgettable! Benvenuti a Sorrento! Giuseppe Morvillo
Ciao! My name is Giuseppe, I was born in Sorrento. I am an Italian journalist and I spent the last four years in Chicago, London, Bruxelles, Rome. I found I have enough with journa…

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho uza kuba kwindawo ofikele kuyo kwaye uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyifunayo ngoxa uhleli khona.

UGiuseppe yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Français, Deutsch, Italiano
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 20:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Sorrento

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Sorrento: