Designed and Quiet in the Heart of Tel Aviv

5.0

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguShay

Iindwendwe eziyi-4, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-3, Amagumbi okuhlambela ayi-2
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Pick a volume from the well-stocked bookcase and enjoy a peaceful read on the terrace. The leafy views all around belie the reality that this is the city center. High ceilings and open-concept layout give an equal feeling of calming space inside.

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ukufudumeza

5.0 out of 5 stars from 6 reviews

Indawo

Tel Aviv-Yafo, Tel Aviv District, Israel

The apartment is in a quiet street in a preservation neighborhood in the centre of Tel Aviv, very close to Rabin Square. It's also not far from Rothschild Boulevard and the beach, not to mention Habima Square.

Umgama ukusuka eSde Dov Airport

imizuzu eyi-11 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Shay

  1. Ujoyine nge- 2012 Septemba
  • Izimvo eziyi-6
  • Isazisi siqinisekisiwe
I am Shay, from Tel Aviv, Israel. I love to travel around the world :)
  • Iilwimi: English, עברית
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: lungaphelanga usuku

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 12:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$624

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Tel Aviv-Yafo

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Tel Aviv-Yafo: