A few steps from Duomo and train station, bright and quiet apartment

5.0I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguLucia

Iindwendwe eziyi-4, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ukufudumeza

5.0 out of 5 stars from 13 reviews

Indawo

Umgama ukusuka eFlorence Airport, Peretola

imizuzu eyi-19 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Lucia

Ujoyine nge- 2012 Agasti
  • Izimvo eziyi-13
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Lucia

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho akazokubakhona endlwini kodwa uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyidingayo ngexesha lokuhlala kwakho.

ULucia yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Italiano

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 13:00 - 17:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$177

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Florence

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Florence: