Spacious, Luxurious House on the Winelands Golf Estate

5.0

Igumbi lakho lokulala e indlu ekumhlaba osikelwe izindlu sinombuki zindwendwe onguMiné

Iindwendwe eziyi-6, amagumbi okulala abucala ayi-3, Iibhedi eziyi-3, Iibhafu ezi-3
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Play a round of golf on the Winelands Golf Estate or stroll around the lake, before heading back to this private and spacious luxury five-star home that offers peace and tranquillity. End the day with a delicious barbecue in the garden by the pool.
“Celebrate life and be in the moment... LIVE IT!”
- Miné, umbuki zindwendwe wakho

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele

5.0 out of 5 stars from 3 reviews

Indawo

Paarl, Western Cape, eMzantsi Afrika

The secure estate is within walking distance to the 27-hole golf course. There's also great access to all that Paarl, Franschoek, and Stellenbosch have to offer, as well as wine farms like La Motte and Boschendal. Cape Town is only 40 minutes away.

Umgama ukusuka eCape Town International Airport

imizuzu eyi-39 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Miné

  1. Ujoyine nge- 2015 Agasti
  • Izimvo eziyi-3

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho uza kube ekhona kwindawo oza kuhlala kuyo esebenzisa iindawo ezinokusetyenziswa nangabanye abantu kunye nawe. Uza kufumaneka xa ufuna nantoni na ngexesha ohleli apho.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 20:00
    Ixesha lokuphuma lingo:10:00
    Ayibafanelanga abantwana neentsana
    Akutshaywa
    Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
    Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

    Ezempilo nokhuseleko

    Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
    Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
    Ialam yecarbon monoxide
    Ialam yomsi
    Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$169

    Imithetho engokurhoxa