Design Sta Marta/ Liberdade Apartment

4.82I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguPaula & Alexandre

Iindwendwe eziyi-10, Amagumbi okulala ayi-4, Iibhedi eziyi-6, Iibhafu ezi-3
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Cook in a renovated kitchen with locally designed floor and wall tiles. Sit in a sunny dining area with views of a trendy neighborhood. A vintage marionette provides counterpoint to striking contemporary art and boldly colored accent pieces.
Please note, the apartment is located on the 4th floor with no elevator.

Inombolo yelayisensi
44306/AL

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Zibhalisele ukungena ngokwakho
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ukufudumeza

4.82 out of 5 stars from 278 reviews

Indawo

Lisboa, Portugal

The apartment is near Avenida da Liberdade, built in the style of Champs-Élysées. The avenue has fountains, shady cafes, and grand hotels. Praça do Comércio, Rua Augusta shops, and elegant Rossio Square (Praça Dom Pedro IV) are close to the flat.

Umgama ukusuka eLisbon Portela Airport

imizuzu eyi-17 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Paula & Alexandre

  1. Ujoyine nge- 2013 Meyi
  • Izimvo eziyi-740
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
I was born in Nampula, Mozambique. I love to receive friends at my place, it is always a pleasure for me to communicate with people from other countries/ cultures.

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho akazokubakhona endlwini kodwa uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyidingayo ngexesha lokuhlala kwakho.

UPaula & Alexandre yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 44306/AL
  • Iilwimi: English, Português, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika Indlela ephucukileyo yokutshixa
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$176

Imithetho engokurhoxa