New open space pool & sauna in green area

4.95I-Superhost

I-loft yonke sinombuki zindwendwe onguCinzia

Iindwendwe eziyi-6, Istudiyo, Iibhedi eziyi-3, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Entra in un open space dove immergerti nel verde e nel comfort. Lo stile è minimale e moderno: favorisce relax e convivialità in modo naturale grazie a piscina, sauna, ampia zona esterna attrezzata con barbecue e grande tavolo per cenare in compagnia.
Un ambiente giovane e vivace dove sentirti a casa!
CIR: 097058-CNI-00001

Inombolo yelayisensi
CIR 097058 CNI 00001
“Un aperitivo a bordo piscina o una bella grigliata fisseranno il ricordo di una grande vacanza.”
- Cinzia, umbuki zindwendwe wakho

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Zibhalisele ukungena ngokwakho
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini

Ukufikeleleka

Ukungena ngaphakathi

Akudingeki unyuke izitepsi ukuze ungene endlini
Umnyango obanzi wokungena weendwendwe
Indawo yokupaka yabantu abaneziphene

Egumbini lokulala

Akudingeki unyuke izitepsi ukuze ungene endlini

4.95 out of 5 stars from 125 reviews

Indawo

Olgiate Molgora, Lombardia, Italy

Il quartiere, residenziale, è una zona tranquilla. A 5 minuti a piedi c'è un supermercato. Vicino alla casa partono sentieri per chi ama stare nella natura, e a pochi km si possono raggiungere aree dove è possibile praticare ogni tipo di sport.

Umgama ukusuka eOrio al Serio International Airport

imizuzu eyi-34 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Cinzia

  1. Ujoyine nge- 2015 Matshi
  • Izimvo eziyi-130
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Ciao mi chiamo Cinzia, sono la mamma di 3 splendidi ragazzi e la moglie di Roberto. Mi piace cucinare, viaggiare e condividere con amici e parenti le nostre scoperte. La nostra casa e' pronta ad accoglierti e darti il benvenuto!

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho uza kuba kwindawo ofikele kuyo kwaye uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyifunayo ngoxa uhleli khona.

UCinzia yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: CIR 097058 CNI 00001
  • Iilwimi: English, Italiano
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Olgiate Molgora

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Olgiate Molgora: