Espacioso apartamento en el corazón de Valencia

4.88

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguFamilia Campos

Iindwendwe eziyi-4, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Este apartamento reformado, situado en un edificio de 1880 destaca por la luminosidad que penetra por sus ventanales, las vistas que podrás contemplar desde su terraza, su elegante decoración y la conveniente distribución de su espacio.

Inombolo yelayisensi
VT-41669-V
«Disfrutar por la mañana de un zumo de naranja recién exprimido en la terraza, es un plan inmejorable»
- Familia Campos, umbuki zindwendwe wakho

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ukufudumeza
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu

4.88 out of 5 stars from 162 reviews

Indawo

València, Comunidad Valenciana, Spain

Se ubica en el distrito de Ciutat Vella, en el concurrido barrio del Carmen, cerca del emblemático Mercado de Mosén Sorell, la fabulosa Plaza de la Virgen y de todo tipo de restaurantes que deleitarán tu paladar con la oferta gastronómica local.

Umgama ukusuka eValencia Airport

imizuzu eyi-14 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Familia Campos

Ujoyine nge- 2017 Matshi
  • Izimvo eziyi-162
  • Isazisi siqinisekisiwe

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho akazokubakhona endlwini kodwa uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyidingayo ngexesha lokuhlala kwakho.
  • Inombolo yomthetho: VT-41669-V
  • Iilwimi: English, Español

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$294

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- València

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e València: