Architectural Designer Loft with Steam Room

4.93I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguNSplace

Iindwendwe eziyi-6, Amagumbi okulala ayi-3, Iibhedi eziyi-3, Iibhafu ezi-3
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Indulge the senses in the soothing aesthetic of this custom suite. Experience a private home with handmade furniture, a raised sleeping area overlooking the open-plan living space, and a contrasting white, black, and wood theme throughout.

Inombolo yelayisensi
0206K124K0300201
“Enjoy an evening with a glass of your favourite drink on the balcony under the lit-up Acropolis.”
- NSplace, umbuki zindwendwe wakho

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Izinto ezifakwa efestileni zokwenza indlu ibe mnyama
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
Ukufudumeza

4.93 out of 5 stars from 59 reviews

Indawo

Athina, Greece

In the heart of Athens’ historical center, the flat is situated on a vibrant pedestrian avenue. Explore the neighborhood with ease on foot. Monastiraki station is located just around the corner with connections to all other parts of the city.

Umgama ukusuka eAthens International Airport

imizuzu eyi-36 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- NSplace

  1. Ujoyine nge- 2014 Agasti
  • Izimvo eziyi-81
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho akazokubakhona endlwini kodwa uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyidingayo ngexesha lokuhlala kwakho.

UNSplace yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 0206K124K0300201
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa