Explore Baia Beach from Seaside Transformed Townhouse

4.93

I-townhouse yonke sinombuki zindwendwe onguElisa & André

Iindwendwe eziyi-5, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-3, Amagumbi okuhlambela ayi-2
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Step into an appealing abode with a large dose of well crafted style. White walls and vibrant blues used in abundance create a refined and cheery space. Playful maritime accents decorate the home to create that special holiday appeal.

Inombolo yelayisensi
50453/AL

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Zibhalisele ukungena ngokwakho
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini

4.93 out of 5 stars from 31 reviews

Indawo

Espinho, Aveiro, Portugal

Located on the esplanade of Praia da Baia, Espinho's iconic bay. Close to restaurants, nightlife, and bars. Visit the Casino de Espinho for evening entertainment. The train to Porto's historical city center is nearby making day trips easy.

Umgama ukusuka eFrancisco Sá Carneiro Airport

imizuzu eyi-31 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Elisa & André

Ujoyine nge- 2017 Meyi
  • Izimvo eziyi-48
  • Isazisi siqinisekisiwe

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho akazokubakhona endlwini kodwa uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyidingayo ngexesha lokuhlala kwakho.
  • Inombolo yomthetho: 50453/AL
  • Iilwimi: English, Français, Português, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 16:00 - 00:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika Indawo esemnyango yokufaka ikhowudi
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Espinho

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Espinho: