Home Away From Home 🥳 Kits Suite

4.87I-Superhost

Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle yonke sinombuki zindwendwe onguBrie

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
The private residence features eclectic furnishings, an all-white interior contrasted with wood accents, neutral greys, bright dabs of colour. Fiber internet 150, Apple TV, Netflix, and Amazon Prime. Private entry, free street parking, and a lovely garden to enjoy.

Inombolo yelayisensi
21-209375
“A peaceful home on a lovely street, close to UBC, Kits and city. Relaxing in the garden is the best!”
- Brie, umbuki zindwendwe wakho

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Zibhalisele ukungena ngokwakho
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ikhitshi
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ukufudumeza
Ezinot ezibalulekileyo ngaseLwandle

4.87 out of 5 stars from 130 reviews

Indawo

EVancouver, British Columbia, Canada

The property is located within walking distance of lots of shops, parks, restaurants, and even the water. Reach UBC, downtown, the airport, and Jericho beach all within 20 minutes. Bus stops in all directions are just 2-5 minutes from the door, too.

Umgama ukusuka eVancouver International Airport

imizuzu eyi-19 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Brie

  1. Ujoyine nge- 2012 Septemba
  • Izimvo eziyi-309
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
I was born in Vancouver, grew up in the Okanagan, had a few fun years in Whistler, and have lived in this house for 20 years! I am happy to offer all sorts of off-the-tourist-track recommendations and enjoy making sure you experience the best side of my neighbourhood and home. I am always happy to hear your feedback about my place -- I'm very open to suggestions! I have had some really wonderful experiences with my guests, and I look forward to having more! Please feel free to message if you have any questions. I look forward to hosting you!
I was born in Vancouver, grew up in the Okanagan, had a few fun years in Whistler, and have lived in this house for 20 years! I am happy to offer all sorts of off-the-tourist-track…

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho uza kuba kwindawo ofikele kuyo kwaye uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyifunayo ngoxa uhleli khona.

UBrie yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 21-209375
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$783

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- EVancouver

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e EVancouver: