Stylish Villa in the Hearth of Pererenan - Canggu

4.92I-Superhost

Indlu enendawo yokuphola yonke sinombuki zindwendwe onguDewa

Iindwendwe eziyi-10, Amagumbi okulala ayi-5, Iibhedi eziyi-5, Amagumbi okuhlambela ayi-5
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Relax in the patio around your private swimming pool or enjoy your breakfast on the balcony.
Set over 3 floors, Villa Venus is the ideal accommodation for large groups of friends & families alike.
The lush river & rice fields surroundings set the perfect scene for ultimate relaxation. Let yourself be seduced by the charm of this architect villa and its traditional Balinese details.
“Let our friendly Staff indulge all your needs to make your holiday an unforgettable one.”
- Dewa, umbuki zindwendwe wakho

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Izinto ezifakwa efestileni zokwenza indlu ibe mnyama

4.92 out of 5 stars from 13 reviews

Indawo

Mengwi, Bali, Indonesia

The property is tucked away by the river and surrounded by lush rice fields in peaceful Pererenan Village. Pererenan Beach and Eco Beach are just 5 minutes walk. Popular Canggu is 5 minutes to the south, while Seminyak with its stylish shops and restaurants is a little further afield.

Umgama ukusuka eBali Ngurah Rai International Airport

imizuzu eyi-46 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Dewa

  1. Ujoyine nge- 2017 Septemba
  • Izimvo eziyi-29
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho akazokubakhona endlwini kodwa uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyidingayo ngexesha lokuhlala kwakho.

UDewa yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$2176

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Mengwi

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Mengwi: