Condesa Apartment with a Leafy Terrace

4.91I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguAlejandra

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Crack open a book on the wicker couch under the big umbrella on the deck of this bright apartment. Surrounded by lush trees, the space's interior boasts endless floor-to-ceiling windows and sleek wood floors, as well as modern decor and furnishings.
“Having a cup of coffee on the terrace every morning is my favorite thing to do in this aprtment”
- Alejandra, umbuki zindwendwe wakho

Amalungiselelo okulala

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele

4.91 out of 5 stars from 260 reviews

Indawo

Umgama ukusuka eMexico City International Airport

imizuzu eyi-22 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Alejandra

  1. Ujoyine nge- 2015 Juni
  • Izimvo eziyi-1 346
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Me gusta el servicio a clientes, Me encanta la Cocina, vivo en la Condesa con mi familia.

UAlejandra yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 99%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Ungayitshintsha
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa