Light-Filled Apartment near Queen Victoria Market

5.0I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguJerome

Iindwendwe eziyi-4, Igumbi lokulala eliyi-1, Iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Dine at the modern breakfast bench at this stylish apartment just a heartbeat away from Queen Victoria Market. Recharge in the sleek, white walk-in shower, or relax by the floor-to-ceiling windows. Guests have access to the building's pool and gym.
“Perfect spot to rest after a long day of wandering around the city and markets.”
- Jerome, umbuki zindwendwe wakho

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Ichibi
Ibhafu enamanzi ashushu esetyenziswa nangabanye
Ijimu
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu

5.0 out of 5 stars from 114 reviews

Indawo

Melbourne, Victoria, Australia

The apartment is five minutes from Queen Victoria Market and within the Melbourne Central Business District. Most of the shops are within walking distance. Close to Hardware Street's dining precinct and the tram on La Trobe Street.

Umgama ukusuka eAvalon Airport

imizuzu eyi-44 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Jerome

  1. Ujoyine nge- 2014 Juni
  • Izimvo eziyi-501
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Popsy

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho uza kuba kwindawo ofikele kuyo kwaye uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyifunayo ngoxa uhleli khona.

UJerome yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: 中文 (简体), English, Bahasa Indonesia, Melayu

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$218

Imithetho engokurhoxa