紧邻地铁文殊院站的淡雅工业风公寓

4.81

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguJerry

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1

Kwamkelwa Kuphela Iindwendwe Ezinesazisi Okanye Ipaspoti Yakumbindi Tshayina

Ngenxa yemithetho nemigaqo yasekuhlaleni kunye nezinto ezifunwa ngamagunya asekuhlaleni ezingqinwe ngumbuki zindwendwe, kule ndlu okwangoku kunokuhlala kuphela iindwendwe ezineSazisi okanye Ipaspoti yakumbindi Tshayina.
公寓的设计带着回归自然的生活态度,简洁淡雅的工业风和原野的自然清新融为一体。无论是复古的钨丝灯泡,还是硬朗的木质家具,以及舒适的棉麻座椅与高质感皮沙发,在典雅的居住氛围中,同时拥有让心灵放松的自然怀抱。

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Zibhalisele ukungena ngokwakho
Ikhitshi
Umatshini wokuhlamba impahla
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ilifti
Izinto ezifakwa efestileni zokwenza indlu ibe mnyama
Ukufudumeza

Ukufikeleleka

Ukungena ngaphakathi

Indlela ekhanyayo yokungena
Indlela engenazitepsi kwindawo ekungenwa kuyo
Umnyango obanzi wokungena weendwendwe

Igumbi lokulala

Akudingeki unyuke izitepsi ukuze ungene endlini

4.81 out of 5 stars from 76 reviews

Indawo

Umgama ukusuka eChengdu Shuangliu International Airport

imizuzu eyi-33 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Jerry

  1. Ujoyine nge- 2016 Janyuwari
  • Izimvo eziyi-2 048
  • Isazisi siqinisekisiwe
我从事家居、软装行业,是一名家居设计师,我常住在深圳,我喜欢旅行,每年都会去一些不同的地方看看。几次在Airbnb上的居住体验让我感觉非常好,每次房东都像朋友一样的接待我们。这也让我有了自己做房东的冲动,同样我也会像老朋友一样招待我的房客,并希望以后自己的出行,可以一直像这样,像回家,或是去朋友家做客,这种感觉真好。

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Gary
  • Flower
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukuzibhalisa xa ufika Indlela ephucukileyo yokutshixa
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$46

Imithetho engokurhoxa