View Table Mountain from a Stylish Industrial Loft

4.83

I-loft yonke sinombuki zindwendwe onguCape Town Short Stays

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Slide open the glass door in the master bedroom, step onto one of two balconies for majestic views of the city and Table Mountain. This industrial-style, double-volume loft has high ceilings and exposed brick walls with a relaxed local feel.
“Take in the early morning magnificence of Table Mountain from the balcony with a "Truth" coffee.”
- Cape Town Short Stays, umbuki zindwendwe wakho

Amalungiselelo okulala

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Zibhalisele ukungena ngokwakho
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ilifti

4.83 out of 5 stars from 156 reviews

Indawo

EKapa, eMzantsi Afrika

The loft is in De Waterkant, adjacent to the Cape Quarter, close to coffee shops, restaurants, a gourmet supermarket, upmarket shopping, the CBD, V&A Waterfront, and Cape Town Stadium. The CTICC with Table Mountain, cable car, and beaches are nearby.

Umgama ukusuka eCape Town International Airport

imizuzu eyi-16 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Cape Town Short Stays

  1. Ujoyine nge- 2014 Janyuwari
  • Izimvo eziyi-713
  • Isazisi siqinisekisiwe
We currently host two gorgeous apartments in the popular De Waterkant area in Cape Town and invite you to have a look at both of them.

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho akazokubakhona endlwini kodwa uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyidingayo ngexesha lokuhlala kwakho.
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$305

Imithetho engokurhoxa