Freshly Renovated Artist Condo and Pool Minutes to Downtown

4.88I-Superhost

Iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonke sinombuki zindwendwe onguZac

Iindwendwe eziyi-2, Istudiyo, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Open a blue door with a dragonfly knocker and enter a cozy, handmade haven. Wood paneling and custom furnishings combine with beautifully stained dark timber floors to create a warm and welcoming space—one that's also a great home base for exploring.

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini

4.88 out of 5 stars from 304 reviews

Indawo

Nashville, Tennessee, United States

The studio is walking distance to 12South and Melrose. It's just minutes to Hillsboro Village, the Gulch, and Downtown. Find great food one minute from the door. And there's a liquor store right next door.

Umgama ukusuka eNashville International Airport

imizuzu eyi-12 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Zac

  1. Ujoyine nge- 2017 Juni
  • Izimvo eziyi-1 407
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UZac yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 02:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$100

Imithetho engokurhoxa