La maison de Kerneost. Plage à pied, jardin et terrasse plein sud, calme.

5.0I-Superhost

Indlu ekumhlaba osikelwe izindlu yonke sinombuki zindwendwe onguNathalie

Iindwendwe eziyi-6, Amagumbi okulala ayi-3, Iibhedi eziyi-4, 1.5 igumbi lokuhlambela
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
À 400 m de la plage, profitez du plain-pied de la maison de Kerneost avec ses grandes baies ouvertes sur la terrasse et le jardin. Bénodet est le point de départ idéal pour sillonner la Bretagne Sud.
« Lire sur la terrasse bois l'été ou près du poêle l'hiver sont pour moi des moments privilégiés. »
- Nathalie, umbuki zindwendwe wakho

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini

Ukufikeleleka

Ukungena ngaphakathi

Akudingeki unyuke izitepsi ukuze ungene endlini
Indlela ekhanyayo yokungena
Indlela engenazitepsi kwindawo ekungenwa kuyo

Igumbi lokuhlambela

Akudingeki unyuke izitepsi ukuze ungene endlini
Ishawa engenazitepisi
Isitulo saseshawarini

5.0 out of 5 stars from 31 reviews

Indawo

Bénodet, Bretagne, France

Située au cœur de la charmante station balnéaire de Bénodet, à quelques pas des plages de Saint-Gilles et du Trez, la maison permet de découvrir la beauté authentique du Finistère Sud, ses côtes, ses îles, la pointe du Raz, Quimper ou Locronan.

Umgama ukusuka eQuimper–Cornouaille Airport

imizuzu eyi-19 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Nathalie

  1. Ujoyine nge- 2015 Okthoba
  • Izimvo eziyi-31
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho akazokubakhona endlwini kodwa uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyidingayo ngexesha lokuhlala kwakho.

UNathalie yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$703

Imithetho engokurhoxa