Magnifique rez-de-jardin contemporain

4.98I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguIsa&Yves

Iindwendwe eziyi-6, Amagumbi okulala ayi-3, Iibhedi eziyi-4, Iibhafu ezi-3
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Posez vos valises dans ce spacieux et paisible appartement entièrement équipé et récemment rénové avec soin dans un esprit contemporain. Sa grande terrasse arborée apporte une touche de nature appréciable tout au long de l'année.

Inombolo yelayisensi
3306300165286

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ukufudumeza
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu

4.98 out of 5 stars from 138 reviews

Indawo

Bordeaux, Nouvelle-Aquitaine, France

Situé dans le quartier des Chartrons, l'appartement dispose d'une multitude de commerce à proximité immédiate (boulangerie, pharmacie, supermarché) ainsi que du bus et du tramway pour rejoindre le centre-ville en 15 minutes.

Umgama ukusuka eBordeaux Airport

imizuzu eyi-24 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Isa&Yves

Ujoyine nge- 2018 Meyi
  • Izimvo eziyi-264
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Isabelle

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho uza kuba kwindawo ofikele kuyo kwaye uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyifunayo ngoxa uhleli khona.

UIsa&Yves yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 3306300165286
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$589

Imithetho engokurhoxa