Dlulela kumxholo

Characterful Base Camp in Old Colorado City

I-SuperhostColorado Springs, Colorado, United States
I-Yonke indlu engasemva inombuki zindwendwe ongu- Mary
Iindwendwe eziyi-2Istudiyoiibhedi eziyi-2Igumbi lokuhlambela eli-1
Imithetho engokurhoxa
Faka iintsuku zohambo lwakho ukuze ufumane iinkcukacha zokurhoxiswa koku kuhlala.
Le ndawo ayibalungelanga abantwana abangaphantsi kweminyaka eyi-12 ibe umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati nokutshaya
Qinisekisa ukuba imithetho yekhaya yalo mbuki zindwendwe ikulungele ngaphambi kokuba ubhukishe. Fumana iinkcukacha
This fun styled studio features stylish furniture and fixtures, making efficient use of the space, with fascinating, eclectic touches throughout.
“I love the privacy of this space, yet having opportunities to chat with fellow travelers in the outdoor common areas.”
- Mary, umbuki zindwendwe wakho

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Zibhalisele ukungena ngokwakho
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ibhafu enamanzi ashushu esetyenziswa nangabanye
Ikhitshi elincinci
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ukufudumeza

Ukufikeleleka

Indlela ekhanyayo yokungena
Umnyango obanzi wokungena weendwendwe

5.0 out of 5 stars from 253 reviews

Indawo

Colorado Springs, Colorado, United States

This home is located in a historic and quirky part of The Springs in the eclectic Old Colorado City/Westside neighborhood. It is a central location for exploring Colorado Springs, and close to wonderful restaurants and entertainment.

Umgama ukusuka eColorado Springs Airport

imizuzu eyi-18 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Mary

Ujoyine nge- 2016 Matshi
  • Izimvo eziyi-626
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
World traveling, brewer’s wife, adorer of our strong teenager, happy dog mom, campfire loving, gatherer of grand experiences and lucky, grateful world citizen.
Ababuki zindwendwe abancedisayo
  • Christine
  • Joshua
Ngexesha lokuhlala kwakho
Umbuki zindwendwe wakho uza kuba kwindawo ofikele kuyo kwaye uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyifunayo ngoxa uhleli khona.
UMary yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika Indawo esemnyango yokufaka ikhowudi
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Colorado Springs

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Colorado Springs: