The Cow Shed—Luxury Barn Moments From Narberth

4.91I-Superhost

Uvimba sinombuki zindwendwe onguTom

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Lift open the welcome hamper to reveal Welsh cakes, wine, and other goodies. Restored to a high standard, the hand-painted kitchen has a polished concrete work top and Iroko Island, while the open living area boasts a rustic wooden feature wall.

Amalungiselelo okulala

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Zibhalisele ukungena ngokwakho
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ikhitshi elipheleleyo
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela

4.91 out of 5 stars from 132 reviews

Indawo

Narberth, Pembrokeshire, United Kingdom

The Cow Shed is just a short walk from the centre of Narberth, a historic town with award-winning shops, cafes, and restaurants. From here, explore Pembrokeshire on foot and by bike, with the coast path and beautiful beaches on the doorstep.

Umgama ukusuka eSwansea Airport Fly Swansea

imizuzu eyi-67 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Tom

  1. Ujoyine nge- 2012 Epreli
  • Izimvo eziyi-443
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
  • Umxhasi weAirbnb.org
30 Year Old Professional based in Pembrokeshire

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho uza kuba kwindawo ofikele kuyo kwaye uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyifunayo ngoxa uhleli khona.

UTom yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 16:00 - 23:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$206

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Narberth

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Narberth: