Custom Architecture Villa with Pool

5.0

Indlu enendawo yokuphola yonke sinombuki zindwendwe onguAdrian

Iindwendwe eziyi-10, Amagumbi okulala ayi-5, Iibhedi eziyi-5, Amagumbi okuhlambela ayi-5.5
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Discover an indulgent escape at this magnificent home. The estate has been built to the highest specifications with professionally-designed interiors, flowing indoor-to-outdoor spaces, neutral tones, natural materials, a sauna, and mountain views.

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele

Ilungele iintsapho

Isitulo esiphakamileyo
Ikhamera oyibeka ukuze ujonge usana
Ngasemva eyadini
Itafile yokutshintshela
Ibhedi yomntwana
Iincwadi nezinto zokudlala zabantwana

5.0 out of 5 stars from 4 reviews

Indawo

EKapa, Western Cape, eMzantsi Afrika

Camps Bay is an upmarket coastal town on the ocean, which boasts one of the best beaches in the world. Along the beachfront, a short walk away, are some of Cape Town's most iconic restaurants and cocktail bars.

Umgama ukusuka eCape Town International Airport

imizuzu eyi-24 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Adrian

  1. Ujoyine nge- 2017 Meyi
  • Izimvo eziyi-230
  • Isazisi siqinisekisiwe
I returned to Cape Town after 14 years of living in London. We built our dream home in Camps bay where we currently live and raise our 2 little boys.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Ungayitshintsha
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa