Walk Along the Habor from an Exquisite Home

4.92I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguNatasha

Iindwendwe eziyi-5, Igumbi lokulala eliyi-1, Iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Wake up to sweeping city views from the large windows of this apartment. The tall ceilings create a feeling of space with the hardwood floors and light grey fixtures adding a contemporary style. Relax in the living area or out on the private balcony.

Inombolo yelayisensi
00000989400

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Zibhalisele ukungena ngokwakho
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ilifti
Ukufudumeza

4.92 out of 5 stars from 37 reviews

Indawo

Thessaloniki, Greece

The apartments central location makes walking to delicious bakeries, organic farmers markets, and charming coffee shops easy and convenient. And explore the area's rich history at sites like the Archaeological Museum and the Church of Agia Sofia.

Umgama ukusuka eThessaloniki Airport Makedonia

imizuzu eyi-23 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Natasha

  1. Ujoyine nge- 2018 Epreli
  • Izimvo eziyi-147
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Maria
  • Iro

UNatasha yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 00000989400
  • Iilwimi: English, Français, Deutsch, Ελληνικά
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 22:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Thessaloniki

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Thessaloniki: