Dlulela kumxholo

Stylish, Newly-Renovated Home in Hollywood

I-SuperhostELos Angeles, California, United States
I-Yonke indlu inombuki zindwendwe ongu- Ryan
Iindwendwe eziyi-52 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-2Amagumbi okuhlambela ayi-2
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Be immersed in mid-century mod style in this renovated home boasting exposed beam ceilings, hip artwork, and robust hardwood floors. Sit in the morning sun on the cozy front patio with a cup of complimentary coffee and plan a day of sightseeing.

Inombolo yelayisensi
Ukuxolelwa - Le ndlu yindlu ehlalwa okwexeshana ngabantu

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ukufudumeza

4.96 out of 5 stars from 244 reviews

Indawo

ELos Angeles, California, United States

The home is just steps away from all the action of Sunset Blvd, and a stone’s throw to Hollywood Blvd's shopping, dining, and attractions.

Umgama ukusuka eLos Angeles International Airport

imizuzu eyi-36 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Ryan

Ujoyine nge- 2014 Agasti
  • Izimvo eziyi-1469
  • I-Superhost
I’ve lived in Los Angeles for a few years now, and I absolutely love it here! I love exploring new cities, and I’m happy I get to help others experience the joy of living like a local in LA. :)
Ababuki zindwendwe abancedisayo
  • Kellie
URyan yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: Ukuxolelwa - Le ndlu yindlu ehlalwa okwexeshana ngabantu
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Funda okungakumbi
Ialam yecarbon monoxide