Chic Oasis with a Watercolor Mural near Old Town Square

4.93I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguJiri&Hela

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Pull up a futuristic perspex chair for breakfast overlooking the city below, then take a stroll and browse local markets on the picturesque streets. Sink into the comfy corner sofa in the vibrant living space and admire the striped watercolor art.

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini
Ilifti

4.93 out of 5 stars from 202 reviews

Indawo

Prague, Hlavní město Praha, Czechia

The flat ist only 2 min walking distance from The Prague astronomical clock or Old Town square. It is surrounded by many restaurants cafe shops and all TOP SIGHTS

Umgama ukusuka eVáclav Havel Airport Prague

imizuzu eyi-27 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Jiri&Hela

  1. Ujoyine nge- 2015 Epreli
  • Izimvo eziyi-320
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
We love adventurous traveling, that energizes our lives. We like all types of sport and eating out. But who doesnt?

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho akazokubakhona endlwini kodwa uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyidingayo ngexesha lokuhlala kwakho.

UJiri&Hela yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: Čeština, English, Deutsch
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 22:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$469

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Prague

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Prague: