Romantic Cape Town Cottage with Mountain Views

5.0

Indawo ekukho umntu oncedisayo kuyo yonke sinombuki zindwendwe onguSasha

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
This comfortable studio abode features shabby-chic seating, lofty exposed beams, and tall arched doorways that open to a rooftop terrace. Decorated in Colonial-style antiques that continue into the glamorous bathroom complete with wallpaper accents.

Amalungiselelo okulala

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini

5.0 out of 5 stars from 94 reviews

Indawo

EKapa, Western Cape, eMzantsi Afrika

This home is in a quiet residential area with beautiful houses and leafy streets. Close to the botanical gardens and near the city.

Umgama ukusuka eCape Town International Airport

imizuzu eyi-17 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Sasha

Ujoyine nge- 2015 Okthoba
  • Izimvo eziyi-135
  • Isazisi siqinisekisiwe

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho uza kuba kwindawo ofikele kuyo kwaye uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyifunayo ngoxa uhleli khona.
  • Iilwimi: English, Italiano
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 21:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ayibafanelanga abantwana (abaneminyaka eyi 2ukuya kweyi-12)
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$276

Imithetho engokurhoxa